Go back to previous page
Athembele Thomela
2020-10-03 01:18:22
Mna ndisoko ndiphupha ndisemlanjeni omkhulu onanzi angathi angamaza ngamanye amaxesha akabikho lamaza kubanzulu qha and lanzi sometime abamdaka ingathi kubonetha kwagcwala imifula ngamanye amaxesha kulemifula kubekho nhamapolisa endileqa ndingene kulomlambo kuba ndileqwa ngayo kodwa akade andifumane andiazi k uba athetha ukuthini
Name
Email
Comment
Go back to previous page
Ukuthenga imithi
Oda imithi nge-WhatsApp
Chofoza ukuthintana nathi:
+27 63 322 0426
Vula i-WhatsApp
© Copyright 2021, mnelisi.com
Read our disclamer before trying any of the content on this page.
disclammer