Go back to previous page
Nontombi Khulwana
2020-09-20 16:17:56
Ndiphuphe ndi cheater nomnye ubhuti ovana nomyeni wam sithe sihamba endleleni mna ndamshiya ndahamba ndedwa ndaya elwandle kodwa andisakhumbuli kahle ukhuthi bendiyokwenzani elwandle kodwa lobhuti uvele yena sehamba nge moto yomyeni wam mandimbuza ukuthi uhlanfana kuphi nemoto yendoda yam wathi yena hayi suka landoda takho ayikwazi ukudriver saxabana ke ngoba ndithi mna angalinge athethe kanjalo ngendoda yam ndacaphuka ndamshiya apho kunendlela embi enyukayo mandiphezulu ndema ndambukela uthe ma
Name
Email
Comment
Go back to previous page
Ukuthenga imithi
Oda imithi nge-WhatsApp
Chofoza ukuthintana nathi:
+27 63 322 0426
Vula i-WhatsApp
© Copyright 2021, mnelisi.com
Read our disclamer before trying any of the content on this page.
disclammer