Go back to previous page
Nomonde Poni
2020-09-12 00:10:44
Ngesixhosa sithi sisingxobo .Mna ke ndingumntwana wesingxobo uMha wam wandixelela ndadinomoya wokohlula imimoya ndiyibona into ingekenzeki ndiyiphuphe yenzeke but ndangena kwi Nkonzo yosindiso apho ndohlukana nayo yonke lonto namhlanje andisaphuphi ubomi bunzima yebo oko ndaphangela but akhonto ndiyenzayo ngemali iphelela emoyeni please ndifuna uncedo lonto iyandidla kakhulu ndazalelwa emva kwrcango kulo tata but ndisesi ngxobeniwasweleka tata ndakhulela kulo Mha ubomi bunzima
Name
Email
Comment
Go back to previous page
Ukuthenga imithi
Oda imithi nge-WhatsApp
Chofoza ukuthintana nathi:
+27 63 322 0426
Vula i-WhatsApp
© Copyright 2021, mnelisi.com
Read our disclamer before trying any of the content on this page.
disclammer