Go back to previous page
Mandisa Plaatjie Ndl
2020-09-10 08:03:15
Ndizibulisele kwelikhaya lophila ndicela ubuza nge Ntindili ndiva kuthiwa inobungozi xa ungazenzeliyo into zalo ingaba zinto bani ezo nd kuthiwa kufuneka uyazise nasekhaya ukuba izabalilungu lomndeni uyikhulumise nd ihamba ibenobungozi ingawugqeda umzi wakowenu ngoba iyakube incedisana nabadala bakowenu kodwa xa isikwatile abadala nabo bayakube bengakuvikeli sebemele bucala endifuna ukwazi ingabe kuyinyani nah ngoba xa ndifunda le post yakho ikhangeleka ingenabungozi
Name
Email
Comment
Go back to previous page
Ukuthenga imithi
Oda imithi nge-WhatsApp
Chofoza ukuthintana nathi:
+27 63 322 0426
Vula i-WhatsApp
© Copyright 2021, mnelisi.com
Read our disclamer before trying any of the content on this page.
disclammer