Go back to previous page
Phumza Sani
2022-07-10 09:30:52
Ndiphuphe ndileqwa yinkomo eblack and white ndabaleka ndotshona ezindongeni ingathi ndiphethwe sisifuba kwaye siyangxola is ifuna sam ndiyazama ukukhohlela kuba ndifuna lenkomo ingandazi apho ndikhoyo xa ndikroba iyandikhangela imamele esi sifuba sam kwenzela izokundifumana ndahamba ngomfula ndayophumela phambili endleleni yabe iyandincama
Name
Email
Comment
Go back to previous page
Ukuthenga imithi
Oda imithi nge-WhatsApp
Chofoza ukuthintana nathi:
+27 63 322 0426
Vula i-WhatsApp
© Copyright 2021, mnelisi.com
Read our disclamer before trying any of the content on this page.
disclammer